Wikipedia
xhwiki
https://xh.wikipedia.org/wiki/Iphepha_Elingundoqo
MediaWiki 1.45.0-wmf.9
first-letter
iMedia
Mahluko
Ingxoxo
Ilungu
Ingxoxo nelungu
Wikipedia
Ingxoxo ngeWikipedia
Ngokweenkcukacha
Ingxoxo ngokweenkcukacha
iMediaWiki
Ingxoxo ngeMediaWiki
iThemplethi
Ingxoxo yethemplethi
Uncedo
Ingxoxo ngoncedo
Uluhlu
Ingxoxo ngoluhlu
TimedText
TimedText talk
Module
Module talk
Event
Event talk
Umbhaco
0
8688
39500
39149
2025-07-09T13:15:12Z
Amelia Mskingaunt
14884
edited the original entry
39500
wikitext
text/x-wiki
[[Ngokweenkcukacha:Zizibele_Qutu_and_Sgqibo_Gwadiso_in_Traditional_Xhosa_attire.jpg|thumb|Umbhaco]]
'''''U''mbhaco''' sisinxibo sakwaXhosa esasinxitywa yonke imihla ngabantu bakwaNtu ngeminyaka yenkulungwane yamashumi amabini. Eligama lithi umbhaco lichaza ukufihla oku kubhekisa kubantu bakwaXhosa (amaBhaca)<ref>Makaula, A. M. (1988). ''A political history of the Bhacas from earliest times to 1910'' (Doctoral dissertation, Rhodes University).</ref> abahamba bayokufuna ikhusi ngenxa yempi. Mandulo phaya, '''[[abaNtu]]<ref>{{Cite journal|last=Phillips|first=Frederick B.|date=1990-11-01|title=NTU Psychotherapy: An Afrocentric Approach|url=https://doi.org/10.1177/00957984900171005|journal=Journal of Black Psychology|language=EN|volume=17|issue=1|pages=55–74|doi=10.1177/00957984900171005|issn=0095-7984}}</ref>''' babenxiba izikhumba zezilwanyana ukugquma ubuze babo. Kuthe kusofika '''[[oondlebe-zikhanya ilanga]]''' kweli lase Mzantsi Afrika sathuthukela kwi khothoni, esithe sayihombisa ngamaso nange pateni(ezi uye uzibone [[commons:File:Round_hut_house_build_using_stones.jpg|'''kooronta''']] xa bebhandiwe, sazifaka kwimibhaco yethu) ukuze sikwazi ukuzibona ubuthina kwinguquko, yiyolonto namhlanje ufumanisa ukuba sihomba ngemibhaco asisazinxibi izikhumba. Umbhaco sele uthuthuke kakhulu, awuseyiyo indlela yokunxiba rhoqo, ujike waluhombo olunxitywa kuphela xa kukho imicimbi okanye imisebenzi kumakhaya wethu. Namhlanje imibhaco ide yangena nakwi ndlela ekunxitywa ngayo ngoku "fashion", kwaye imathiriyeli itshintshile ayiseyiyo ikhothoni ngoku, seyiyi nayiloni.
== Imbali ==
AmaXhosa' ([[isiNgesi]]: ''Xhosa people'') — AmaXhosa liqela labantu base[[UMzantsi Afrika|Mzantsi Afrika]] elifumaneka e[[IPhondo laseMpuma-Koloni|Mpuma Koloni]]. Aba ngabantu bamasiko nezithethe. Bohlulwe ngokweziduko (''Clan names'') kunye nezizwe ezahlukeneyo. Izizwe abohlulwe ngazo ngamaGcaleka, ama[[Rharhabe]], imiDange kunye namaNdlambe. Kukho nezinye izizwe ezifumaneka kumaXhosa ezo ngabaThembu, ama[[Bhaca people|Bhaca]] abakoBhosha kunye nama[[Mpondo]].
Igama elithi [[isiXhosa]] okanye igama lamaXhosa lithathwe kwiKumkani yamaXhosa eyayibizwa ngokuba nguXhosa. Yona eligama yaliphiwa ngaBathwa (''Khoekhoe'') ababesaziwa njengabantu bokuqala kwelase Ntshona Koloni. Ngokolwimi laBathwa eligama lithetha ubungqongqo, umsindo ubundlobongela kunye nokucaphuka. Emva kokuthiywa kukaKumkani uXhosa kwatsho kwakho iqela labantu elibizwa ngamaXhosa kwaye elithetha isiXhosa. Maninzi amasiko enziwayo kwaXhosa aquka ukuqaba, AmaXhosa intonjane kunye nokwaluka njengekqubo ebonisa ukukhula kwenkwenkwana nganye.
== Iimbekisel0 ==
<references />
Amaphepha asetyezisiweyo
<references />
jctk6ulobc3cmq8svn74pwfb612mspe
39501
39500
2025-07-09T13:17:38Z
Amelia Mskingaunt
14884
fixed punctuation
39501
wikitext
text/x-wiki
[[Ngokweenkcukacha:Zizibele_Qutu_and_Sgqibo_Gwadiso_in_Traditional_Xhosa_attire.jpg|thumb|Umbhaco]]
'''''U''mbhaco''' sisinxibo sakwaXhosa esasinxitywa yonke imihla ngabantu bakwaNtu ngeminyaka yenkulungwane yamashumi amabini. Eligama lithi umbhaco lichaza ukufihla, oku kubhekisa kubantu bakwaXhosa (amaBhaca)<ref>Makaula, A. M. (1988). ''A political history of the Bhacas from earliest times to 1910'' (Doctoral dissertation, Rhodes University).</ref> abahamba bayokufuna ikhusi ngenxa yempi. Mandulo phaya, '''[[abaNtu]]<ref>{{Cite journal|last=Phillips|first=Frederick B.|date=1990-11-01|title=NTU Psychotherapy: An Afrocentric Approach|url=https://doi.org/10.1177/00957984900171005|journal=Journal of Black Psychology|language=EN|volume=17|issue=1|pages=55–74|doi=10.1177/00957984900171005|issn=0095-7984}}</ref>''' babenxiba izikhumba zezilwanyana ukugquma ubuze babo. Kuthe kusofika '''[[oondlebe-zikhanya ilanga]]''' kweli lase Mzantsi Afrika sathuthukela kwi khothoni, esithe sayihombisa ngamaso nange pateni(ezi uye uzibone [[commons:File:Round_hut_house_build_using_stones.jpg|'''kooronta''']] xa bebhandiwe, sazifaka kwimibhaco yethu) ukuze sikwazi ukuzibona ubuthina kwinguquko, yiyolonto namhlanje ufumanisa ukuba sihomba ngemibhaco asisazinxibi izikhumba. Umbhaco sele uthuthuke kakhulu, awuseyiyo indlela yokunxiba rhoqo, ujike waluhombo olunxitywa kuphela xa kukho imicimbi okanye imisebenzi kumakhaya wethu. Namhlanje imibhaco ide yangena nakwi ndlela ekunxitywa ngayo ngoku "fashion", kwaye imathiriyeli itshintshile ayiseyiyo ikhothoni ngoku, seyiyi nayiloni.
== Imbali ==
AmaXhosa' ([[isiNgesi]]: ''Xhosa people'') — AmaXhosa liqela labantu base[[UMzantsi Afrika|Mzantsi Afrika]] elifumaneka e[[IPhondo laseMpuma-Koloni|Mpuma Koloni]]. Aba ngabantu bamasiko nezithethe. Bohlulwe ngokweziduko (''Clan names'') kunye nezizwe ezahlukeneyo. Izizwe abohlulwe ngazo ngamaGcaleka, ama[[Rharhabe]], imiDange kunye namaNdlambe. Kukho nezinye izizwe ezifumaneka kumaXhosa ezo ngabaThembu, ama[[Bhaca people|Bhaca]] abakoBhosha kunye nama[[Mpondo]].
Igama elithi [[isiXhosa]] okanye igama lamaXhosa lithathwe kwiKumkani yamaXhosa eyayibizwa ngokuba nguXhosa. Yona eligama yaliphiwa ngaBathwa (''Khoekhoe'') ababesaziwa njengabantu bokuqala kwelase Ntshona Koloni. Ngokolwimi laBathwa eligama lithetha ubungqongqo, umsindo ubundlobongela kunye nokucaphuka. Emva kokuthiywa kukaKumkani uXhosa kwatsho kwakho iqela labantu elibizwa ngamaXhosa kwaye elithetha isiXhosa. Maninzi amasiko enziwayo kwaXhosa aquka ukuqaba, AmaXhosa intonjane kunye nokwaluka njengekqubo ebonisa ukukhula kwenkwenkwana nganye.
== Iimbekisel0 ==
<references />
Amaphepha asetyezisiweyo
<references />
8d55ll14zk1cx5h58i81a3i99yeof50
Ilungu:Amelia Mskingaunt/Ilungu:Amelia Mskingaunt/Ilungu:Amelia Mskingaunt/Page
2
8787
39488
39487
2025-07-09T12:11:58Z
Amelia Mskingaunt
14884
39488
wikitext
text/x-wiki
Eli liphepha lam lokuhlela
---
Original page: [[Umbhaco]]
---
'''''U''mbhaco''' sisinxibo sakwaXhosa esasinxitywa yonke imihla ngabantu bakwaNtu ngeminyaka yenkulungwane yamashumi amabini. Eligama lithi umbhaco lichaza ukufihla oku kubhekisa kubantu bakwaXhosa (amaBhaca)<ref>Makaula, A. M. (1988). ''A political history of the Bhacas from earliest times to 1910'' (Doctoral dissertation, Rhodes University).</ref> abahamba bayokufuna ikhusi ngenxa yempi. Mandulo phaya, '''[[abaNtu]]''' babenxiba izikhumba zezilwanyana ukugquma ubuze babo. Kuthe kusofika '''[[oondlebe-zikhanya ilanga]]''' kweli lase Mzantsi Afrika sathuthukela kwi khothoni, esithe sayihombisa ngamaso nange pateni(ezi uye uzibone '''[[kooronta]]''' xa bebhandiwe, sazifaka kwimibhaco yethu) ukuze sikwazi ukuzibona ubuthina kwinguquko, yiyolonto namhlanje ufumanisa ukuba sihomba ngemibhaco asisazinxibi izikhumba. Umbhaco sele uthuthuke kakhulu, awuseyiyo indlela yokunxiba rhoqo, ujike waluhombo olunxitywa kuphela xa kukho imicimbi okanye imisebenzi kumakhaya wethu. Namhlanje imibhaco ide yangena nakwi ndlela ekunxitywa ngayo ngoku "fashion", kwaye imathiriyeli itshintshile ayiseyiyo ikhothoni ngoku, seyiyi nayilono.
== Imbali ==
AmaXhosa' ([[isiNgesi]]: ''Xhosa people'') — AmaXhosa liqela labantu base[[UMzantsi Afrika|Mzantsi Afrika]] elifumaneka e[[IPhondo laseMpuma-Koloni|Mpuma Koloni]]. Aba ngabantu bamasiko nezithethe. Bohlulwe ngokweziduko (''Clan names'') kunye nezizwe ezahlukeneyo. Izizwe abohlulwe ngazo ngamaGcaleka, ama[[Rharhabe]], imiDange kunye namaNdlambe. Kukho nezinye izizwe ezifumaneka kumaXhosa ezo ngabaThembu, ama[[Bhaca people|Bhaca]] abakoBhosha kunye nama[[Mpondo]].
Igama elithi [[isiXhosa]] okanye igama lamaXhosa lithathwe kwiKumkani yamaXhosa eyayibizwa ngokuba nguXhosa. Yona eligama yaliphiwa ngaBathwa (''Khoekhoe'') ababesaziwa njengabantu bokuqala kwelase Ntshona Koloni. Ngokolwimi laBathwa eligama lithetha ubungqongqo, umsindo ubundlobongela kunye nokucaphuka. Emva kokuthiywa kukaKumkani uXhosa kwatsho kwakho iqela labantu elibizwa ngamaXhosa kwaye elithetha isiXhosa. Maninzi amasiko enziwayo kwaXhosa aquka ukuqaba, AmaXhosa intonjane kunye nokwaluka njengekqubo ebonisa ukukhula kwenkwenkwana nganye.
== Iimbekisel0 ==
<references />
60fxijs40sjgxhpshodsaoky4m6zwso
39491
39488
2025-07-09T12:28:48Z
Amelia Mskingaunt
14884
39491
wikitext
text/x-wiki
Eli liphepha lam lokuhlela
---
Original page: [[Umbhaco]]
---
'''''U''mbhaco''' sisinxibo sakwaXhosa esasinxitywa yonke imihla ngabantu bakwaNtu ngeminyaka yenkulungwane yamashumi amabini. Eligama lithi umbhaco lichaza ukufihla oku kubhekisa kubantu bakwaXhosa (amaBhaca)<ref>Makaula, A. M. (1988). ''A political history of the Bhacas from earliest times to 1910'' (Doctoral dissertation, Rhodes University).</ref> abahamba bayokufuna ikhusi ngenxa yempi. Mandulo phaya, '''[[abaNtu]]<ref>{{Cite journal|last=Phillips|first=Frederick B.|date=1990-11-01|title=NTU Psychotherapy: An Afrocentric Approach|url=https://doi.org/10.1177/00957984900171005|journal=Journal of Black Psychology|language=EN|volume=17|issue=1|pages=55–74|doi=10.1177/00957984900171005|issn=0095-7984}}</ref>''' babenxiba izikhumba zezilwanyana ukugquma ubuze babo. Kuthe kusofika '''[[oondlebe-zikhanya ilanga]]''' kweli lase Mzantsi Afrika sathuthukela kwi khothoni, esithe sayihombisa ngamaso nange pateni(ezi uye uzibone [[commons:File:Round_hut_house_build_using_stones.jpg|'''kooronta''']] xa bebhandiwe, sazifaka kwimibhaco yethu) ukuze sikwazi ukuzibona ubuthina kwinguquko, yiyolonto namhlanje ufumanisa ukuba sihomba ngemibhaco asisazinxibi izikhumba. Umbhaco sele uthuthuke kakhulu, awuseyiyo indlela yokunxiba rhoqo, ujike waluhombo olunxitywa kuphela xa kukho imicimbi okanye imisebenzi kumakhaya wethu. Namhlanje imibhaco ide yangena nakwi ndlela ekunxitywa ngayo ngoku "fashion", kwaye imathiriyeli itshintshile ayiseyiyo ikhothoni ngoku, seyiyi nayilono.

klepn9gcpebxldfrl9kcb237wa0yhl7
39493
39491
2025-07-09T12:34:43Z

[[Uluhlu:Umbhaco]]
5yecka4fglp96woay2o79g8w9h1y48j
39499
39493
2025-07-09T13:11:21Z
Amelia Mskingaunt
14884
inserted an image
39499
wikitext
text/x-wiki
Eli liphepha lam lokuhlela
---
Original page: [[Umbhaco]]
---
[[Ngokweenkcukacha:Zizibele Qutu and Sgqibo Gwadiso in Traditional Xhosa attire.jpg|thumb|Umbhaco]]
'''''U''mbhaco''' sisinxibo sakwaXhosa esasinxitywa yonke imihla ngabantu bakwaNtu ngeminyaka yenkulungwane yamashumi amabini. Eligama lithi umbhaco lichaza ukufihla oku kubhekisa kubantu bakwaXhosa (amaBhaca)<ref>Makaula, A. M. (1988). ''A political history of the Bhacas from earliest times to 1910'' (Doctoral dissertation, Rhodes University).</ref> abahamba bayokufuna ikhusi ngenxa yempi. Mandulo phaya, '''[[abaNtu]]<ref>{{Cite journal|last=Phillips|first=Frederick B.|date=1990-11-01|title=NTU Psychotherapy: An Afrocentric Approach|url=https://doi.org/10.1177/00957984900171005|journal=Journal of Black Psychology|language=EN|volume=17|issue=1|pages=55–74|doi=10.1177/00957984900171005|issn=0095-7984}}</ref>''' babenxiba izikhumba zezilwanyana ukugquma ubuze babo. Kuthe kusofika '''[[oondlebe-zikhanya ilanga]]''' kweli lase Mzantsi Afrika sathuthukela kwi khothoni, esithe sayihombisa ngamaso nange pateni(ezi uye uzibone [[commons:File:Round_hut_house_build_using_stones.jpg|'''kooronta''']] xa bebhandiwe, sazifaka kwimibhaco yethu) ukuze sikwazi ukuzibona ubuthina kwinguquko, yiyolonto namhlanje ufumanisa ukuba sihomba ngemibhaco asisazinxibi izikhumba. Umbhaco sele uthuthuke kakhulu, awuseyiyo indlela yokunxiba rhoqo, ujike waluhombo olunxitywa kuphela xa kukho imicimbi okanye imisebenzi kumakhaya wethu. Namhlanje imibhaco ide yangena nakwi ndlela ekunxitywa ngayo ngoku "fashion", kwaye imathiriyeli itshintshile ayiseyiyo ikhothoni ngoku, seyiyi nayiloni.
== Imbali ==
AmaXhosa' ([[isiNgesi]]: ''Xhosa people'') — AmaXhosa liqela labantu base[[UMzantsi Afrika|Mzantsi Afrika]] elifumaneka e[[IPhondo laseMpuma-Koloni|Mpuma Koloni]]. Aba ngabantu bamasiko nezithethe. Bohlulwe ngokweziduko (''Clan names'') kunye nezizwe ezahlukeneyo. Izizwe abohlulwe ngazo ngamaGcaleka, ama[[Rharhabe]], imiDange kunye namaNdlambe. Kukho nezinye izizwe ezifumaneka kumaXhosa ezo ngabaThembu, ama[[Bhaca people|Bhaca]] abakoBhosha kunye nama[[Mpondo]].
Igama elithi [[isiXhosa]] okanye igama lamaXhosa lithathwe kwiKumkani yamaXhosa eyayibizwa ngokuba nguXhosa. Yona eligama yaliphiwa ngaBathwa (''Khoekhoe'') ababesaziwa njengabantu bokuqala kwelase Ntshona Koloni. Ngokolwimi laBathwa eligama lithetha ubungqongqo, umsindo ubundlobongela kunye nokucaphuka. Emva kokuthiywa kukaKumkani uXhosa kwatsho kwakho iqela labantu elibizwa ngamaXhosa kwaye elithetha isiXhosa. Maninzi amasiko enziwayo kwaXhosa aquka ukuqaba, AmaXhosa intonjane kunye nokwaluka njengekqubo ebonisa ukukhula kwenkwenkwana nganye.
== Iimbekisel0 ==
<references />
[[Uluhlu:Umbhaco]]
33pt8uuaf3ihhzjtq90arm1fw4fysfu
Ilungu:ChiedzaOremi/Iphepha 1
2
8797
39489
39484
2025-07-09T12:12:56Z
ChiedzaOremi
14883
Edited an image
39489
wikitext
text/x-wiki
Eli iselilinge.
---
Original page: [[Inqaku]]
---
[[Ngokweenkcukacha:2017–18 WBBL ST v PS 18-01-07 Kaur (01).jpg|thumb|Umqhokri uthatha umtsi.]]
'''''Umtsi (okanye imitsi)''''' yindlela yokubala kwiqakamba. Iqela elinemitsi emininzi lilo eliphumelelayo kwiintlobo ezahlukileyo zomdlalo weqakamba.<ref>{{Cite web|url=http://news.bbc.co.uk/sportacademy/hi/sa/cricket/rules/the_basics/|accessdate=2025-07-09|website=news.bbc.co.uk}}</ref> Umtsi ufumaneka xa [[Unolali|abadlali]] abaqhokrayo bebaleke ukusuka kwelinye icala lebalana ukuya kwelinye. Xa umdlali efike kwelinye icala iba ngumtsi omnye, xa ephinde wabuya iba ngamanqaku amabini, njalonjalo. Akukho mlinganiselo kwinani lemitsi engathathwa kwibhola nganye ejuliweyo. Xa ibhola ithe yadlula emalaphini ihamba phantsi okanye igqampe kwakanye, iba ngamanqaku amane nokuba abaqhokri ababalekanga. Xa ithe ibhola yadlula emalaphini ibhabha emoyeni, iba ngamanqaku amathandathu nangawona aphezulu.
== Imbali ==
Ngokwembali yeqakamba eshicilelweyo, "umtsi" mdala njengeqakamba. Kumthombo wokuqala owaziwayo ngeqakamba, nowaveliswa ngomhla we17 kweyoMqungu ngowe1597 (ngokokubala kukaJulian), uJohn Derick waseSurrey eNgilane wanika ingxelo yokwakusenzeka ngowe1550, exela ngeqela labantu ababedlala iqakamba kwisithuba somhlaba, besenza imitsi.<ref>{{Cite journal|date=2025-01-01|title=David Underdown|url=https://en.wikipedia.org/w/index.php?title=David_Underdown&oldid=1266589351|journal=Wikipedia|language=en}}</ref>
Kwimithetho yokuqala eyaziwayo yeqakamba, neyaveliswa ngowe1744, omnye wemithetho wawusithi, ukuba abaqhokri benza umtsi yaze ibhola yagityiselwa, yachana izinti engekafiki kwikhrisi ngonyawo, isandla okanye uphini, loo mqhokri uyaphuma.<ref>{{Cite journal|date=2024-06-07|title=F. S. Ashley-Cooper|url=https://en.wikipedia.org/w/index.php?title=F._S._Ashley-Cooper&oldid=1227746478|journal=Wikipedia|language=en}}</ref> Le yenye yeendlela zokuqala ezaziwayo zokwenza imitsi kwiqakamba.
== Imithombo esetyenzisiweyo ==
<references />
<references />
n740f0eryvckef67yojntdhtrr3mox8
39490
39489
2025-07-09T12:14:42Z
ChiedzaOremi
14883
Edited an image.
39490
wikitext
text/x-wiki
Eli iselilinge.
---
Original page: [[Inqaku]]
---
[[Ngokweenkcukacha:2017–18 WBBL ST v PS 18-01-07 Kaur (01).jpg|thumb|Umqhokri uthatha umtsi.|250x250px]]

b79miqlz2dxm3f7r31uz5l4p10xjxfx
39492
39490
2025-07-09T12:32:04Z
ChiedzaOremi
14883
Added a category

[[Uluhlu:Imidlalo]]
[[Uluhlu:Iqakamba]]
axkjciryp7mvuf3f6yismc9oisb1ltn
Uluhlu:Imidlalo
14
8799
39494
2025-07-09T12:34:58Z
ChiedzaOremi
14883
Created a category page
39494
wikitext
text/x-wiki
Uhlelo lwemidlalo
rr2axzfp0x3dlkkebq7wui5xxo01sy0
Uluhlu:Umbhaco
14
8800
39495
2025-07-09T12:35:57Z
Amelia Mskingaunt
14884
Created page with "Umbhaco yimpahla enxitywa kwaXhosa"
39495
wikitext
text/x-wiki
Umbhaco yimpahla enxitywa kwaXhosa
f5qcrgvvro9ij6b8tfwrufytdbfwsz2
39497
39495
2025-07-09T12:40:23Z
Amelia Mskingaunt
14884
39497
wikitext
text/x-wiki
Olu luhlu lungempahla enxitywa kwaXhosa ekuthiwa nguMbhaco.
hk7ku7m0u7d0q2uc77wuklknhnunwt7
Uluhlu:Iqakamba
14
8801
39496
2025-07-09T12:36:19Z
ChiedzaOremi
14883
Created a category
39496
wikitext
text/x-wiki
Iqakamba njengomnye wemidlalo
3sy6mlwk2q313z2p12jq0v1cumep6gi
Umtsi (Iqakamba)
0
8802
39498
2025-07-09T12:59:26Z
ChiedzaOremi
14883
Created a new article about cricket
39498
wikitext
text/x-wiki
[[Ngokweenkcukacha:2017–18_WBBL_ST_v_PS_18-01-07_Kaur_(01).jpg|thumb|250x250px|Umqhokri uthatha umtsi.]]
'''''Umtsi (okanye imitsi)''''' yindlela yokubala kwiqakamba. Iqela elinemitsi emininzi lilo eliphumelelayo kwiintlobo ezahlukileyo zomdlalo weqakamba.<ref>{{Cite web|url=http://news.bbc.co.uk/sportacademy/hi/sa/cricket/rules/the_basics/|accessdate=2025-07-09|website=news.bbc.co.uk}}</ref> Umtsi ufumaneka xa [[Unolali|abadlali]] abaqhokrayo bebaleke ukusuka kwelinye icala lebalana ukuya kwelinye. Xa umdlali efike kwelinye icala iba ngumtsi omnye, xa ephinde wabuya iba ngamanqaku amabini, njalonjalo. Akukho mlinganiselo kwinani lemitsi engathathwa kwibhola nganye ejuliweyo. Xa ibhola ithe yadlula emalaphini ihamba phantsi okanye igqampe kwakanye, iba ngamanqaku amane nokuba abaqhokri ababalekanga. Xa ithe ibhola yadlula emalaphini ibhabha emoyeni, iba ngamanqaku amathandathu nangawona aphezulu.
== Imbali ==
Ngokwembali yeqakamba eshicilelweyo, "umtsi" mdala njengeqakamba. Kumthombo wokuqala owaziwayo ngeqakamba, nowaveliswa ngomhla we17 kweyoMqungu ngowe1597 (ngokokubala kukaJulian), uJohn Derick waseSurrey eNgilane wanika ingxelo yokwakusenzeka ngowe1550, exela ngeqela labantu ababedlala iqakamba kwisithuba somhlaba, besenza imitsi.<ref>{{Cite journal|date=2025-01-01|title=David Underdown|url=https://en.wikipedia.org/w/index.php?title=David_Underdown&oldid=1266589351|journal=Wikipedia|language=en}}</ref>
Kwimithetho yokuqala eyaziwayo yeqakamba, neyaveliswa ngowe1744, omnye wemithetho wawusithi, ukuba abaqhokri benza umtsi yaze ibhola yagityiselwa, yachana izinti engekafiki kwikhrisi ngonyawo, isandla okanye uphini, loo mqhokri uyaphuma.<ref>{{Cite journal|date=2024-06-07|title=F. S. Ashley-Cooper|url=https://en.wikipedia.org/w/index.php?title=F._S._Ashley-Cooper&oldid=1227746478|journal=Wikipedia|language=en}}</ref> Le yenye yeendlela zokuqala ezaziwayo zokwenza imitsi kwiqakamba.
== Imithombo esetyenzisiweyo ==
<references />
<references />
8k3uxcylm8guc73rdif9ac5u02jt1g8
IIngcambu azifeli emoyeni.
0
8803
39502
2025-07-10T07:45:54Z
Abulele Jebese
14703
IIngcambu azifeli emoyeni
39502
wikitext
text/x-wiki
Kukho indawo ephakathi kweentaba ezintathu, intaba ye Nkululeko, iNtab,Entle nentaba ka Nomabhongo apho ulwandle lweentyatyambo luhlala lushicileleka ngexesha lasehlotyeni, kwaye umoya udlala umngqusho phatkathi kwamasebe. Le ndawo ibizwa ngokuba yintinga [[eThala]]<ref>https://www.facebook.com/people/Thala-Location-Mqanduli-Eastern-Cape/100071188052369/?locale=ga_IE</ref> [[IPhondo laseMpuma-Koloni|eMpuma Koloni]]<ref>[[IPhondo laseMpuma-Koloni]]</ref> apho kwakukhulele khona intombazana egama lingu Sisipho, egama elazalwa engekathethi kodwa landibhalela umhlalutyo wobomi kwangaphambi kokuba abe neminyaka elishumi. USisipho wayengumntu owayengamameli kakhulu, kodwa ebona kakhulu, wayebona imiqolo yabasetyhini abaya emlanjeni benxibe iingubo ezindala, bexokozela ngeentsuku ezazimanzisa imiphefulo yabo. Wayebona amadoda ehleli phantsi kwelanga ethetha ngezopolitiko, kodwa engesenalo ithemba elinje lamagama wabo. Wayebona abantwana bedlala emthatheni, kodwa kweso sidlo sehlabathi kukho abambalwa ababekhe batya iziselo zobomi, imfundo, ixesha okanye uthando.
Kwakukho into engacacanga ethi xa ubukela uSisipho, ubone ukuba le ntombazana ayisoloko ikhona apho ibiyinxalenye yaloo ndawo, kodwa ingathi ingumzuzu wesihlandlo esikhulu, Intombi ekwazi ukuhleka nangona awayeke afumane izihlangu ezintsha. Ekubeni umama wakhe wabulawa ngu[[mhlaza]]<ref>https://my.clevelandclinic.org/health/diseases/12194-cancer</ref> yaza intsapho yophuka, uSisipho wayefunda ukuqhuba hayi kuba ebefuna, koko kuba bephila kwakufana nokuba ngumchasi wehlabathi olishiya kwiingxangxasi. Ngelinye ilanga, uSisipho waya kugqirha omdala, ugqirha uNomathemba, owayesaziwa ngokuba akayikufumana amaphupha wakho, kuba uwathwele esifubeni. Wathi kuye: "Mntwan'am, kutheni ujonga emhlabeni ngathi ufuna into esele iyekile ukukhula?" USisipho wavuma kancinci, wathi "Andazi ukuba kutheni ndikhona, koko ndiyazama nje ukuhlala ndisaphila."
UGqirha wamjongela ngamehlo azolileyo, wathatha isandla sakhe wathi, iingcambu azifeli emoyeni nokuba umthi waphukile, ukhula kwakhona xa kusekho umhlaba. Wena ngumhlaba, uSisipho kwaye umhlaba akakhe waphoswa ugcinwa yindalo yonke. Amazwi lawo amxhokonxa, uSisipho waqala ukubhala ekufeni kwakhe waphila kwiphepha wazoba amanxeba ngepensela, watshiza iinyembezi ngephepha elinomlomo. Wabhala imbali yase [[Thala]], ebhalela bonke abantwana abakhulu bengekho, kodwa bezama ukuba khona. Wabhala ibali lika tatomkhulu wakhe owayehamba ngeenyawo ukuya kufumana amanzi, ibali lika makhulu wakhe owafunda ukubhala eneminyaka engama- 67, ibali labahlobo abalahlekayo exesheni lokufunyanwa kwezibane eziphindaphindayo.
USisipho wakhula, wagqiba esikolweni waphumelela kwikholeji, wabuyela [[eThala]] hayi ngenxa yokuba engenandawo, koko ngenxa yokuba ingcambu yakhe isemhlabeni hayi emoyeni. Wavula iziko lwabafundi abalahlekileyo, walungisa izikolo ezazingasasebenziyo, wayila inkqubo yamabali asekuhlaleni. Wenza ukuba izwi lakhe, nelabanye, libe ngumsindo othambileyo ovusa ubuthongo bokulibala
<references />
36estax4ixwvgydnultywhpjqa1yk49