Wikipedia
xhwiki
https://xh.wikipedia.org/wiki/Iphepha_Elingundoqo
MediaWiki 1.47.0-wmf.2
first-letter
iMedia
Mahluko
Ingxoxo
Ilungu
Ingxoxo nelungu
Wikipedia
Ingxoxo ngeWikipedia
Ngokweenkcukacha
Ingxoxo ngokweenkcukacha
iMediaWiki
Ingxoxo ngeMediaWiki
iThemplethi
Ingxoxo yethemplethi
Uncedo
Ingxoxo ngoncedo
Uluhlu
Ingxoxo ngoluhlu
TimedText
TimedText talk
Module
Module talk
Event
Event talk
Imithi
0
4157
40476
39014
2026-05-15T00:24:19Z
InternetArchiveBot
10408
Rescuing 1 sources and tagging 0 as dead.) #IABot (v2.0.9.5
40476
wikitext
text/x-wiki
[[File:Arbres.jpg|thumb|right|200px|Imithi ejikeleze i-lake.]]
[[File:Aspen-PopulusTremuloides-2001-09-27.jpg|thumb|200px|ukungcangcazela kwe-Aspen [[ngemibala yayo yasentwasa-ntlobo]]]][[File:Arbol de Guanacaste.jpg|thumb|right|200px|Strangler fig umthi e[[Costa Rica]]. Ekuhlaleni waziwa ngokuba ''Guanacaste''.]]
U'''mthi''' sisityalo esikhula sibe sinesiqu kunye namasebe aso zonke zenziwe ngokhuni. Ungaphila iminyaka emininzi. Mane amalungu omthi nanga:ziingcambu, ypali, ngamasebe, kunye namagqabi.
Iingcambu zomthi zihlala phantsi komhlaba. Mnye umahluko apho kungenzeki kanjalo kukwiingcambu zomthi imangrove.<ref name="nat">{{cite web|url=http://www.naturia.per.sg/buloh/plants/mangrove_trees.htm|title=Mangrove Trees|publisher=Naturia.per.sg|accessdate=2014-08-17|archive-date=2014-11-04|archive-url=https://web.archive.org/web/20141104202331/http://www.naturia.per.sg/buloh/plants/mangrove_trees.htm|dead-url=yes}}</ref> Umthi omnye uneengcambu ezininzi. Iingcambu zothwala ukutya kunye n[[amanzi]] emhlabeni usebenzisa umzimba namasebe awo, aze athumele emagqabini omthi. Iyakwazi nokuphefumla umoya. <ref name="nat" /> Ngamanye amaxesha, owona msebenzi weengcambu ukwiingcambu zeaerial root, osenokunika inkxaso, njengoko kunjalo kumthi weiBhanyan.
Umzimba sesona siqu sikhulu somthi. Umzimba wogqunywe ngexolo elirhabaxa elilukhuni elikhusela eluwukhuselayo ukuba ungonakali. Amasebe amila apha esiqwini somthi. Anabela ngaphandle emacaleni ukuze amagqabi afumane imitha yelanga.
Amagqabi omthi aluhlaza ngombala amaxesha amaninzi, kodwa ingabonakala ngemibala emininzi, indlela emile ngayo, kunye nobukhulu bemilinganiselo yayo. Amagqabi akhongozela imitha yelanga aze asebenzise amanzi kunye nokutya okuze kuhamba ngeengcambu nto leyo ekhulisa umthi, utsho ukwazi nokuqhama.
Imithi kunye nenkanga zifunxa [[amanzi]] kunye necarbon dioxide zize sikhuphe ioxygen enokukhanya kwelanga ukuze kwenzeke iswekile. kuyaphikisana ke noko kwenzeka kwizilwanyana xa ziphefumla. Izityalo nazo ziyaphefumla zisebenzisa i- [[I-oxygen|oxygen]] kanye njengezilwanyana. Ziphila nge-oxygen ne-carbon dioxide.
== Amalungu emithi ==
[[File:Leavessnipedale.jpg|thumb|right|200px|uHlobo lomthi iBeech amagqabi.]]
[[File:WisconsinScenery.jpg|right|thumb|200px|Umthi iingcambu zinika ukumila komthi zizisa namanzi kunye neetyuwa. Umhlaba ukhukhulisekile apha ezingcanjini zomthi we"pine" omncinane.]]
[[File:Tree.ring.arp.jpg|thumb|right|200px|izangqa zokukhula komthi|imigca emdaka phakathi kombindi womthi kunye nexolo iimedullary rays, zizo ezivumela iityuwa zomhlaba ukuba zihambe ngokukhululekileyo zisihla zinyuka kwesi siqu somthi.]]
Amalungu omthi ziingcambu, iziqu, amasebe, izikhondo somthi kunye namagqabi. Iziqu zemithi zenziwe kuphela ngeezakhi ezithwala izakha mzimba (ixylem ne iphloem). Ukhuni lwenziwe ngee"cells" ze''xylem'', nange-bark eyenziwe nge-''phloem'' nezinye izakhi ezingaphandle kwe-vascular cambium.
=== Ukukhula kwesiqu somthi ===
Njengokuba umthi ukhula, ungavelisa izangqa ezibonisa ukukhula njengoko ukhuni olutsha lungqengqe phantsi lujikeleze oludala. lungakhula lude lubeneminyaka eliwaka. kwindawo apho kukho imozulu etshintsha-tshintshayo, ukhuni oluveliswayo ngamaxesha onyaka ahlukileyo izangqa zingamane zisiba bukhanya ziohinde zibemdaka. Apho imozulu ishushu, nakwimozulu ekwiingingqi ezikufuphi neEquator enexesha lonyaka elimanzi-nelomileyo ngokutshintshatshintshana kwazo, izangqa zokukhula komthi zibakho ngonyaka, ipere nganye yezazinge ezibukhanya nezimdaka ngombala ibonakalisa okokuba umthi unonyaka omnye ubudala. Kwiindawo apho kukho amaxesha amabini ngonyaka apho kubamanzi okanye kome, kusenokuba kho iipere ezimbini zezazinge ezibukhanya nezimdaka ngebala ngonyaka; kwaye kwezinye (kwiingignqi ezizinkqantosi yimbalela apho imvula ihlala-ihlale ibekho), kungakho isazinge esitsha sokukhula kw[[imvula]] nganye.<ref name=mirov>Mirov, N.T. 1967. ''The genus Pinus''. Ronald Press.</ref>
Kwiingingqi ezingqonge i-Equator amahlathi emvula, ezinemozulu esoloko isina unyaka wonke, oku kukhula kwemithi kuba yinto eqhubekayo. Izazinge zomthi asinto esoloko ibonakala kunjalo nje akukho tshintsho apha emthini. Kwntsapho zemithi ezinezazinge qho ngonyaka, ezi zazinge zingabalwa kutsho kufunyanwe ubudala bomthi. Ngale ndlela, iinkuni ezithathwe emithini kwixesha langaphambili ingaziwa ubudala bayo, kuba ubukhulu bezazinge bahluke kakhulu. Le ke kuthiwa yidendrochronology. Imbalwa kakhulu imithi yetropika engabalelwa iminyaka yayo ngokuchanekileyo.
=== Iingcambu ===
Iingcambu zomthi zingaphantsi komhlaba, zinika amalungu omthi angaphandle komhlaba ukomelela, kwaye apha [[umhlaba|emhlabeni]] zitsala [[amanzi] kunye neenezakha mzimba ezifunwa ngumthi. Imithi emininzi ifuna uncedo lweenkowane ukuze ikwazi ukuzifunxa kakuhle izakha mzimba ezifunwa ngumthi: le ke kuthiwa yimycorrhiza. Uninzi lweibiomass yomthi luvela kwicarbon dioxide ekuziwe nayo emoyeni (jonga photosynthesis). Ngaphezu komhlaba, isiqu somthi siwunika umphakamo umthi ukuya kumasebe awo ekukhula kuwo amagqabi, ekhuphisana kunye nezinye iintsapho okanye iintlobo ngokufumana iukukhanya kwelanga. Kwimithi emininzi, ukulandelelana kwamasebe kwenza ukuba amagqabi avelele elangeni kangcono.
=== Nezinye izinto ezingumahluko ===
Akusiyiyo yonke imithi enala malungu omzimba akhankanywe apha ngasentla. Umzekelo, imithi emininzi ye-palm ayinamasebe, isaguaro cactus zaseMantla eMelika azinamagqabi asebenzayo, umthi wee-<nowiki>''</nowiki>fern<nowiki>''</nowiki> ayivelisi maxolo arhabaxa, njalo njalo. Xa sijonga ukumila nobukhulu bayo, zonke ezi zityalo zithahwa nje ngemithi xa zizonke. Imithi yahluka-hlukene kakhulu. Isityalo esikumila kunje sifana nqwa nomthi, kodwa sibe sona isisityalo esincinane, esineziqu ezininzi kunye/okanye namasebe akhulela kufuphi nomhlaba, kuthiwa lityholo (okanye inkanga). Nangona oku kuyinyaniso, akukho mahluko ucacileyo phakathi kwamatyholo ne,ithi. Sijonge ubuncinane baso esi sityalo, ibonsai izityalo bezingenakuba 'yimithi', kodwa ke masingabhidanisi indlela ezimile ngayo izinto kunye nobukhulu bazo. Imbewu ye-''spruce'' alingeni ncam kwindlela ochazwa ngayo umthi, kodwa zonke ii-''spruces'' ziyimithi.
== Ukwahlulwa kwayo ==
[[File:TicinoTree.jpg|thumb|right|200px|A umthi [[iSweet Chestnut]] e[[Ticino]], [[eSwitzerland]]]]
Umthi luhlobo lwesityalo esingafunyanwa simi ngeendlela ezininzi kunye nosapho lwezityalo. Imithi ibonisa iindlela ezininzi ekhula ngayo, ukumila nohlobo lwegqabi, bark traits and organs.
Indlela emile ngayo imithi itshintshe ngokwahlukeneyo kwintlobo zezityalo ezingazalaniyo, kwimpendulo ebhekisa kwiingxaki ezikwanjalo (ezomthi). malunga nama-100,000 eentlobo zemithi, inani leentlobo zemithi emhlabeni wonke jikelele linga linye [[wikt:isine|lelesine]] kuzo zonke iintlobo zezityalo.<ref>{{cite web |url=http://www.talkbx.com/2008/05/02/scientists-to-capture-tree-dna-worldwide/#more-835 |title=TreeBOL project |accessdate=2008-07-11 |archive-date=2008-05-16 |archive-url=https://web.archive.org/web/20080516080740/http://www.talkbx.com/2008/05/02/scientists-to-capture-tree-dna-worldwide/#more-835 |dead-url=yes }}</ref> Uninzi lwemithi lukhula kwiindawo zetropika kwihlabathi kwaye uninzi lwesi ndawo belungekade luhlolwe ziingcali zezityalo (zaafunda izityalo), besenza umahluko phakathi kweentlobo zezityalo kodwa ukwahlukana kwazo bekungekaqondqa kakuhle. <ref>Friis, Ib, and Henrik Balslev. 2005. ''Plant diversity and complexity patterns: local, regional, and global dimensions : proceedings of an international symposium held at the Royal Danish Academy of Sciences and Letters in Copenhagen, Denmark, 25–28 May 2003.'' Biologiske skrifter, 55. Copenhagen: Royal Danish Academy of Sciences and Letters. pp 57-59.</ref>
Eyona mithi yokuqala imithi yefen, umsila wamahashe kunye nelycophytes, ekhula emahlathini ngexesha le-Carboniferous; iifeni ezintathu zisekho, kodwa imithi yemisila yehashe kunye nowelycophytes yiyo kuphela esekhona nayo akasuki kuluhlu lwemithi yefeni. Emva koko, kwixesha leTriassic, iconifers, iginkgos, icycads kunye nezinye iigymnosperm ezibonakala zinwenwa, kunjalo nje zilandela izityalo eziziintyatyambo kwixesha leCretaceous. uninzi lwemithi namhlanje luzizityalo ezineetyatyambo (iiAngiosperms) kunye neconifers.
Igcuntswana lemithi ekhula kunye kuthiwa yigrove okanye i'''copse''', kwaye nomhlaba owogqunywe ngemithi eminyeneyo ekuthiwa '''[[ihlathi]]'''.
== Records ==
=== Eyona mithi mikhulu ngesiqu ===
Eyona mithi mikhulu ngesiqu yiAfrican Baobab: iGlencoe Baobab (umlinganiselo wayo ukufuphi nomhlaba), kwiPhondo laseLimpopo, [[eMzantsi Afrika]].<ref name=southafrica>{{cite web|url=http://www2.dwaf.gov.za/dwaf/download.asp?f=4148___list+of+proposed+Champion+trees.pdf&docId=4148 |title=List of Champion Trees published for comment, 2005, South African Department of Water Affairs and Forestry |accessdate=2010-01-18}}</ref> Lo mthi wahlukana kubini ngeyeNkanga ngo-2009 ngoku eyona baobab inkulu kungayiSunland Baobab (eMzantsi Afrika) ngobukhulu bayo obungama-10.64 m kunye nomlinganiselo ongama-33.4 m.
Eminye imithi ihluma iziqu ezininzi umnye (nokuba zisuka kumthi omnye okanye kwimithi emininzi) ekhula kunye. Umthi iSacred Fig ngumzekelo ocacileyo wemithi enje, kongezeleleka 'iziqu' ngokuthi kumile iingcambu ezixananazileyo zisuka phantsi kwamanye amasebe, wona athi atyebe abe makhulu xa iingcambu sezide zafikelela emhlabeni ukuze zenze ezinye iziqu zomthi ezintsha; umthi weSacred Fig unganeziqu ezingamakhulu-khulu.
=== Ubudala bemithi ===
Ubomi bomthi buqinisekiswa zizazinge ezibonakalisa ukukhula kwawo. Oku kungabonakala xa umthi ugawuliwe okanye kummongo othathwe ukusuka ekupheleni komthi ukuya esizikithini sawo. Uqikelelo olululo lungakho kuphela kwimithi ekwenze kuyo izazinge zokhulula kwawo, singathi nje ezo zenzeka ngokwemo yezulu ngokwamaxesha onyaka. Imithi esoloko ikhula kwimozulu engatshintshiyo efana neyaseTropika isoloko ikhula kwaye ayinazazinge zibonakalayo zokukhula. Kungenzeka kuphela kwimithi eqinileyo kwisizikithi kwisizikithi semithi; imithi emidala emininzi ihlala ingamaholo njengokhuni olufileyo kodwa lube lungaboli. Inxalenye yezi ntlobo, uqikelelo lobudala luye lwenziwa kujongwe [[isantya]] sokukhula komthi esikhoyo. Kodwa iziphumo zisoloko zingconwana kunamaqashiso okanye kunokwenza ngokuqina kwentloko. U-White ucebisa ngendlela ekungaqikelelwa ngayo ubudala bemithi emide nemidala eUnited Kingdom ngokuthi kuqhathaniswe ubukhulu besiqu somthi kunye, nesimbo okhula ngaso umthi kunye nobudala.<ref>White J. 1990. ''Estimating the age of large and veteran trees in Britain''. [[Forestry Commission]] Edinburgh.</ref>
Ubudala beyona mithi midala buhlalutyiwe apha ngezanzi:
# iGreat Basin Bristlecone Pine (iMethuselah) ''iPinus longaeva'': iminyaka engama-4,844 <ref name="Gymnosperm_oldest">[https://web.archive.org/web/20170512184736/http://www.conifers.org/topics/oldest.htm Gymnosperm Database: How old is that tree?]. Retrieved on 2008-04-17.</ref>
# i-Alerce: eminyaka ingama-3,622 <ref name="Gymnosperm_oldest"/>
# iGiant Sequoia: eminyaka ingama-3,266 <ref name="Gymnosperm_oldest"/>
# iSugi: esingama 3,000 eminyaka <ref name=Suzuki>Suzuki E. 1997. The dynamics of old ''Cryptomeria japonica'' forest on isiqithi iYakushima. ''Tropics'' '''6(4)''': 421–428. [https://web.archive.org/web/20160303182330/http://biodiversity.sci.kagoshima-u.ac.jp/suzuki/paper/Suzuki1997.pdf online]</ref>
# iHuon-pine: engama-2,500 eminyaka<ref name="Gymnosperm_oldest"/>
ezinye iintlobo-ntlobo ezikrokrelwa ukuba zifikelela kwiminyaka yobudala enomahluko, iquka imithi yaseYurophu i-Yew ''iTaxus baccata'' (ingangaphaya kweminyaka engama-2,000 <ref>Harte J. 1996. How old is that old yew? ''At the Edge'' 4: 1-9. Available [http://www.indigogroup.co.uk/edge/oldyews.htm online]</ref><ref>Kinmonth F. 2006. Ageing the yew - no core, no curve? ''International Dendrology Society Yearbook'' 2005: 41-46 ISSN 0307-332X</ref>) kunye neRedcedar yasentshona ''iThuja plicata''. Owona mthi mdala iYew waseYurophu nowaziwa kakhulu yiLlangernyw Yew kwiyadi yasecaweni yasekuhlaleni kwaseLlangernyw eMantla eWales noqikelelwa ukuba uphakathi kwama-4,000 ukuya kuma-5,000 ubudala.
Obona budala buchaziweyo bomthi i-''angiosperm'' bungama-2293 eminyaka kwiSri Maha Bodhi iSacred Fig (i''Ficus religiosa'') eyatyalwa ngo-288 BC e-Anuradhapura, eSri Lanka; kuthiwa ke ngowona mthi mdala owathi watyalwa ngesandla somntu nonomhla owatyalwa ngawo owaziwayo.
== Uqikelelo lwexabiso lomthi ==
Uphando sele lubonisile okokuba imithi inegalelo elingama-27% exabiso elibonakalyo kwiintengiso ezithile.
{{Commons Categories|Trees}}
[[Category:Imithi| ]]
khelvq9ginraxmqi99ws7rc4kn2q797
Ingxoxo:Indoda
1
7052
40472
34629
2026-05-14T16:44:31Z
~2026-29178-89
15995
/* ulwaluko */ new section
40472
wikitext
text/x-wiki
== S'hai capito chi è? ==
A Iqonga lakho othetha kulo 20:05, 5 EkaTshazimpuzi 2023 (UTC)
== ulwaluko ==
yiyekeni into yokuziba [[Mahluko:Contributions/~2026-29178-89|~2026-29178-89]] ([[Ingxoxo nelungu:~2026-29178-89|talk]]) 16:44, 14 Inyanga kaCanz... 2026 (UTC)
ohlikxck0058lmb3ifpfx3ska4n12k3
40473
40472
2026-05-14T16:44:35Z
~2026-29178-89
15995
Undid revision [[Special:Diff/40472|40472]] by [[Special:Contributions/~2026-29178-89|~2026-29178-89]] ([[User talk:~2026-29178-89|talk]])
40473
wikitext
text/x-wiki
== S'hai capito chi è? ==
A Iqonga lakho othetha kulo 20:05, 5 EkaTshazimpuzi 2023 (UTC)
ddbxuh6houbehat8cvzirm51apgv3f8
40474
40473
2026-05-14T16:56:41Z
~2026-29178-89
15995
/* ulwaluko */ new section
40474
wikitext
text/x-wiki
== S'hai capito chi è? ==
A Iqonga lakho othetha kulo 20:05, 5 EkaTshazimpuzi 2023 (UTC)
== ulwaluko ==
Yiyekeni into yokuziba lingaka fiki
ixesha lolwaluko kuba lonto ichaphazela abazali benu.Lonto iye
ikuxhaphaze nawe kuba amanye
amadoda aye akubuze imibuzo okanye acalu - calulwe ngamanye amadoda.
Yintoni eynza inkwenkwe izibe?
Inkwenkwe iye izibe ngenxa yento ekuthiwa yi peer presure. [[Mahluko:Contributions/~2026-29178-89|~2026-29178-89]] ([[Ingxoxo nelungu:~2026-29178-89|talk]]) 16:56, 14 Inyanga kaCanz... 2026 (UTC)
qjqlhz4rn1b4yopnu9uxrtirk0d9ozb
Bushra razack
0
7115
40475
40317
2026-05-15T00:01:46Z
InternetArchiveBot
10408
Rescuing 1 sources and tagging 0 as dead.) #IABot (v2.0.9.5
40475
wikitext
text/x-wiki
UBushra Razack yingcaphephe yophuhliso loluntu lwaseMzantsi Afrika kwaye ukwangummeli wotshintsho kunye noncedo loluntu olugxile ekubandakanyeni abachaphazelekayo. Wazalelwa kwiphondo laseNtshona Koloni, [[eMzantsi Afrika]] waza wafunda kumabanga aphakamileyo [[eLadysmith]], [[Kwazulu-Natal]] nalapho athe waphumelela ibanga leshumi ngo-2003 <ref>{{Cite web |url=https://gsbberthacentre.uct.ac.za/about-us/team/bushra-razack/ |title=Archive copy |accessdate=2023-05-23 |archive-date=2023-05-29 |archive-url=https://web.archive.org/web/20230529035646/https://gsbberthacentre.uct.ac.za/about-us/team/bushra-razack/ |dead-url=yes }}</ref>
== Ngokukhula kwakhe ==
UBushra wakhula kunye nabanye abantwana abangama-70 kwikhaya leenkedama kwaye ukususela emncinci wafunda ukubaluleka kokubuyisela okanye ukunikela. Ungumbhali ngokubambisana wencwadi ebizwa, 'Rescue Mission', eyayiyenye yeencwadi eziphonononga ulutsha zeMillennium Development Goals yeZizwe eziManyeneyo ezithiwe thaca kwiNkomfa yeHlabathi yoPhuhliso oluZinzileyo <ref>https://www.news24.com/news24/community-newspaper/city-vision/its-an-ongoing-process-hub-empowers-local-community-20221020</ref>, ikomkhulu laseRhawutini. , Mzantsi Afrika. Umsebenzi wakhe noPeace Child, umbutho weembacu osebenzela ukuxhobisa ulutsha ngophuhliso olukhokelwa lulutsha[2] kunye nokunciphisa intlupheko, wamsa kumazwe afana neMorocco, [[Egypt]], [[Serbia]], [[India]], [[Canada]] kunye neSkotlani ngethuba esafunda. Emva kwezifundo zakhe uchithe iminyaka emithathu esenza izicwangciso zokubonelela ngeenkonzo kwizibhedlele zokhathalelo lwamehlo eKenya naseCameroon. Amava akhe ophuhliso abandakanya ukusebenza ne-Standard Chartered Bank kunye neprojekthi yabo ye-Global Seeing is Believing, i-CBM, i-UNOCHA (i-Ofisi yeZizwe eziManyeneyo yoLungelelaniso lweMicimbi yoLuntu), kunye ne-Right to Sight International (uNxibelelwano phakathi koMbutho wezeMpilo weHlabathi kunye ne-International Organization for the Ukuthintelwa kobumfama. UBushra ufumana inkuthazo kubantu asebenza nabo kwiindawo ezifana noMitchells Plain, [[Cape Flats]] nasePhilippi kwiphondo laseNtshona Koloni eMzantsi Afrika.Kungoku nje ungumphathi wePhilippi Village [[ePhilippi]] <ref>https://www.mediaupdate.co.za/publicity/153827/philippi-village-and-global-freedom-fellowship-partner-to-build-safer-communities</ref>, iziko elidala amathuba emisebenzi nokukhuthaza. amalungu oluntu lwendawo, ngelixa kwangaxeshanye ibe yindawo edlamkileyo nekhuselekileyo yengxoxo yoluntu kushishino, ubugcisa, inkcubeko kunye nenkqubo yemfundo.<ref>{{Cite web |url=https://impactsa.co.za/will-smart-townships-and-informal-settlements-bridge-the-digital-divide/ |title=Archive copy |accessdate=2023-05-23 |archive-date=2023-04-09 |archive-url=https://web.archive.org/web/20230409091615/https://impactsa.co.za/will-smart-townships-and-informal-settlements-bridge-the-digital-divide/ |dead-url=yes }}</ref>
== iSalathiso ==
{{reflist}}
b2x7y624bx25il9rqnzww5j2fd1uiku
Ryomyong Sports Club
0
7938
40477
36261
2026-05-15T01:15:57Z
InternetArchiveBot
10408
Rescuing 4 sources and tagging 0 as dead.) #IABot (v2.0.9.5
40477
wikitext
text/x-wiki
{{Infobox football club|clubname=Ryomyong Sports Club|image=Ryomyong Sports Club logo.png|image_size=125px|caption=|fullname=4.25 Sports Club Crest (2018)|founded=|ground=[[Kim Il-sung Stadium]]|capacity=50,000|chairman=|manager=|league=[[DPR Korea Premier Football League]]|season=2018–19|position=2nd}}'''Ryomyong Sports Club ({{korean|hangul=려명체육단|hanja=黎明體育團|context=north}}''') yiklabhu [[Ibhola ekhatywayo|yebhola ekhatywayo]] esekelwe [[ePyongyang|eP'yŏngyang]], [[Coreia do Twoaie|Twoaie Korea]], badlala kwikiti ebomvu yasekhaya. "Ryomyong" lithetha ukukhanya kokusa ngolwimi lwaseKorea.
== Imbali ==
U-Ryomyong ufikelele kwi[[2017 Hwaebul Cup|-2017 ye-Hwaebul Cup yokugqibela]], ekugqibeleni walahlekelwa [[Sobaeksu Sports Club|nguSobaeksu]].<ref>{{Cite web|title=The Pyongyang Times - Sports|url=http://www.naenara.com.kp/en/order/pytimes/?page=Sports&no=24921|url-status=dead|archive-url=https://web.archive.org/web/20180224113142/http://www.naenara.com.kp/en/order/pytimes/?page=Sports&no=24921|archive-date=2018-02-24|website=www.naenara.com.kp}} </ref>
=== Ilizwekazi ===
{| class="wikitable"
!Ukhuphiswano
! Pld
! W
! D
! L
! GF
! GA
|-
| [[Indebe yeAFC]]
| style="text-align:center;" | 4
| style="text-align:center;" | 2
| style="text-align:center;" | 2
| style="text-align:center;" | 0
| style="text-align:center;" | 6
| style="text-align:center;" | 0
|-
| '''Iyonke'''
| style="text-align:center;" | '''4'''
| style="text-align:center;" | '''2'''
| style="text-align:center;" | '''2'''
| style="text-align:center;" | '''0'''
| style="text-align:center;" | '''6'''
| style="text-align:center;" | '''0'''
|-
|}
{| class="wikitable mw-collapsible mw-collapsed" align="center" cellpadding="3" cellspacing="0" style="border:1px solid #AAAAAA;font-size:90%"
!Ixesha lonyaka
! Ukhuphiswano
! Umjikelo
! Iklabhu
! Ekhaya
! Kude
! I-aggregate
! Ref
|-
| rowspan="2" | [[2019 AFC Cup|2019]]
| rowspan="2" | [[Indebe yeAFC]]
| [[Imidlalo yokuhlungela iNdebe ye-AFC ka-2019|Ukulungela umjikelo wokuqala]]
|{{Flagicon|MNG}} [[Khaan Khuns-Erchim FC|Erchim]]
| bgcolor="#ddffdd" style="text-align:center;" | 3–0
| bgcolor="#ddffdd" style="text-align:center;" | 3–0
| bgcolor="ddffdd" style="text-align:center;" | '''6–0'''
| bgcolor="" style="text-align:center;" | <ref>{{Cite web|date=20 February 2019|title=AFCS|url=http://stats.the-afc.com/match_report/14604|accessdate=20 February 2019|website=stats.the-afc.com|archive-date=3 November 2020|archive-url=https://web.archive.org/web/20201103003322/http://stats.the-afc.com/match_report/14604|dead-url=yes}}</ref> <ref>{{Cite web|date=27 February 2019|title=AFCS|url=http://stats.the-afc.com/match_report/14605|accessdate=27 February 2019|website=stats.the-afc.com|archive-date=3 November 2020|archive-url=https://web.archive.org/web/20201103004837/http://stats.the-afc.com/match_report/14605|dead-url=yes}}</ref>
|-
| [[Imidlalo yokuhlungela iNdebe ye-AFC ka-2019|Umjikelo wokudlala wokuhluza]]
|{{Flagicon|HKG}} [[Tai Po FC|Tai Po]]
| bgcolor="#fffacd" style="text-align:center;" | 0–0
| bgcolor="#fffacd" style="text-align:center;" | 0–0
| bgcolor="#ffdddd" style="text-align:center;" | '''0–0 ''(3–5 iphe )'''''
| bgcolor="" style="text-align:center;" | <ref>{{Cite web|date=6 March 2019|title=AFCS|url=http://stats.the-afc.com/match_report/14614|accessdate=6 March 2019|website=stats.the-afc.com|archive-date=3 November 2020|archive-url=https://web.archive.org/web/20201103010417/http://stats.the-afc.com/match_report/14614|dead-url=yes}}</ref> <ref>{{Cite web|date=13 March 2019|title=AFCS|url=http://stats.the-afc.com/match_report/14615|accessdate=13 March 2019|website=stats.the-afc.com|archive-date=15 November 2020|archive-url=https://web.archive.org/web/20201115143621/http://stats.the-afc.com/match_report/14615|dead-url=yes}}</ref>
|}
== Impumelelo ==
=== Kwasekhaya ===
* '''[[DPR Korea League|I-DPR yaseKorea yePremier Soccer League]]: 1'''
** Abagqwesileyo: [[2017-18 DPR Korea Premier Football League|2017-18]]
* '''[[Indebe yeHwaebul]]: 1'''
** Abagqwesileyo: [[2017 Hwaebul Cup|2017]]
* '''[[Ibhaso leMangyongdae|Ibhaso leMan'gyŏngdae]]: 1'''
** Indawo yesithathu: [[2016 Mangyongdae Prize|2016]]
== Iimbekiselo ==
<references />
{{Reflist}}{{DPR Korea League}}
[[Category:Iiklabhu zebhola ekhatywayo zaseMntla Korea]]
[[Category:Iiklabhu zebhola ePyongyang]]
[[Category:Iiklabhu zebhola eNyakatho Korea]]
m1ek2pprx3fan7rsb7qiqzo10nbv7m0
Ulwazi lwemveli
0
8299
40478
37143
2026-05-15T01:33:35Z
InternetArchiveBot
10408
Rescuing 1 sources and tagging 0 as dead.) #IABot (v2.0.9.5
40478
wikitext
text/x-wiki
[[File:Xhosa Students Association Students from UFS Bloemfontein Campus.jpg|alt=IQumrhu labafundi be Dyunivesithi yase Freystata|thumb|IQumrhu labafundi be Dyunivesithi yase Freystata]]
'''Ulwazi lwemveli''' ( '''TK''' ), '''ulwazi lwemveli''' ( '''IK''' ), <ref>{{Cite book|last=Loovers|first=Jan Peter Laurens|title=Reading Life with Gwich'in: An Educational Approach|publisher=Routledge|year=2021|isbn=978-1032082462|location=London}}</ref> '''ulwazi lwesintu''', kunye '''nolwazi lwengingqi''' ngokubanzi lubhekiselele kwiinkqubo zolwazi ezimiliselwe kwizithethe ze[[nkcubeko]] zengingqi, zemveli, okanye zasekuhlaleni . <ref name="repository.jmls.edu">{{Cite web|title=Cultural heritage and new media: A future for the past|url=https://repository.jmls.edu/cgi/viewcontent.cgi?article=1392&context=ripl|accessdate=2019-12-05|archive-date=2020-04-05|archive-url=https://web.archive.org/web/20200405095657/https://repository.jmls.edu/cgi/viewcontent.cgi?article=1392&context=ripl|dead-url=yes}}</ref>
[[File:2015 Smithsonian folklife festival DC -Qeswachaka Bridge rope making - 01.jpg|alt=ulwazi lwemveli kwizizwe ngezizwe|thumb|ulwazi lwemveli kwizizwe ngezizwe]]
Ulwazi lwemveli lubandakanya iintlobo zolwazi malunga netekhnoloji yemveli yemimandla efana nokuziphilisa (umz. izixhobo kunye nobuchule bokuzingela okanye [[ezolimo]] ), umbelekisi, ulwazi lwe -ethnobotany nolwazi lwe-ecological, amayeza esintu, ukuhamba kwezulu, [[izakhono zobugcisa]], i-ethnoastronomy, imozulu, kunye nezinye. Ezi zixokelelwano zolwazi ngokubanzi zisekwe kwingqokelela yokuphononongwa kwamandla kunye nokunxibelelana nokusingqongileyo.<ref>{{Cite web|last=Roads|first=Transport and Main|date=2013-11-19|title=What is meant by the terms 'traditional knowledge' and 'Indigenous cultural expression'?|url=https://www.business.qld.gov.au/running-business/risk/ip/ip-kit/browse-ip-topics/traditional-knowledge/definitions|accessdate=2024-06-20|website=www.business.qld.gov.au|language=en-AU}}</ref>
f5cerjsgxn58aa51hggu5zxsbbfqkfi