Wikipedia
xhwiki
https://xh.wikipedia.org/wiki/Iphepha_Elingundoqo
MediaWiki 1.47.0-wmf.15
first-letter
iMedia
Mahluko
Ingxoxo
Ilungu
Ingxoxo nelungu
Wikipedia
Ingxoxo ngeWikipedia
Ngokweenkcukacha
Ingxoxo ngokweenkcukacha
iMediaWiki
Ingxoxo ngeMediaWiki
iThemplethi
Ingxoxo yethemplethi
Uncedo
Ingxoxo ngoncedo
Uluhlu
Ingxoxo ngoluhlu
TimedText
TimedText talk
Module
Module talk
Event
Event talk
Unyawo alunampumlo
0
6271
41575
32658
2026-08-15T11:15:41Z
~2026-44885-67
16420
41575
wikitext
text/x-wiki
Eli qhalo libhekiswa kwaaba bantu bano mkhwa ombi wokugxotha aba hambi emizini yabo. Kuthethwa ukuba umntu maka ba phathe kakuhle abo bantu, kuba akazi apho unyawo lwakhe luya ku mkhokelela khona ngenye imini, luno kumsa kulaa mntu wamgxothayo. Xa lithethwa lonke kuthiwa: Unyawo aluna mpumlo, alu joji; alu namehlo alu boni, luyi mpumputhela.
Umzekelo woku sebenzisa eli qhalo: "Nje ngokuba usi gxotha nje emzini wakho, unyawo lona aluna mpumio, mhla wumbi woze uhlwelwe kweyethu imizi."
[[Category:Amaqhalo amaXhosa]]
mhpd4tjta17j94vh6zrtnqhzzq21t4h
41576
41575
2026-08-15T11:19:41Z
~2026-44885-67
16420
41576
wikitext
text/x-wiki
Eli qhalo libhekiswa kubantu abanomkhwa ombi wokugxotha abahambi emizini yabo. Kuthethwa ukuba umntu makabaphathe kakuhle abantu, kuba akazi apho unyawo lwakhe luyakumkhokelela khona ngenye imini—lunokumsa kulya mntu wamgxothayo.
== Umzekelo wokusetyenziswa ==
* ''"Njengokuba usigxotha nje emzini wakho, unyawo lona alunamphumlo, mhla wumbi woze uhlwelwe kweyethu imizi."''
== Imithombo ==
* Mesatywa, E. W. M. [https://www.scribd.com/document/812316199/Mesatywa-E-W-M-Izaci-namaqhalo-esiXhosa ''Izaci namaqhalo esiXhosa''].
[[Category:Amaqhalo amaXhosa]]
1me5iz5dfqlb8dbnatyinjyu9qy4sq9
Izihlomelo
0
6782
41574
37262
2026-08-15T09:18:29Z
~2026-44645-34
16418
The whole thing
41574
wikitext
text/x-wiki
Izihlomelo ngu Maliya, Msotra, Dzey, Syororo, Barkley, Odzz, Habess, O.G,Mbombos kunye no Sky Savage
f6yzuggs1odk95coajppa8dnvg2cien